Indalo
7
views
Lyrics
Hayi ubuhle bendalo yakho Ngumangaliso wakho Wadala abantu wadala izilwanyana Kwaneentaka zakho Lintaba nezityalo, umoya nemilambo, nolwandle Iisipho sobomi, phakathi kwendoda nomfazi, njengelanga nenyanga ♪ Hayi ubuhle bendalo yakho Ngumangaliso, wakho Hayi ubuhle bendalo yakho Ngumangaliso, wakho
Audio Features
Song Details
- Duration
- 03:56
- Key
- 8
- Tempo
- 96 BPM