Vuli Ndlela
5
views
Lyrics
Vul' indlela weMaMgobhozi He, unyana wam Helele, uyashada namhlanje Vul' indlela wena MaNyauza 'Suba nomona 'Nyana wam uthathile Bengingazi ng'yombon' umakoti Unyana wam, eh ujongile this time MaRadebe sus' ezoz'specs Uze emshadweni, s'yashadisa namhlanje Bebesithi unyana wam lisoka Bebesithi angeke ashade, vul' indlela ♪ Vul' indlela weMaMgobhozi He, unyana wam Helele, uyashada namhlanje Vul' indlela wena MaNyauza 'Suba nomona 'Nyana wami uthathile Bengingazi ng'yombon' umakoti Unyana wam, eh ujongile this time MaRadebe sus' ezoz'specs Uze emshadweni, s'yashadisa namhlanje Bebesithi unyana wam lisoka Bebesithi angeke ashade, vul' indlela Vul' indlela weMaMgobhozi Vul' indlela, yekel' umona Vul' indlela weMaMgobhozi Vul' indlela, yekel' umona Kodwa wena MaNgobese He, unomona Ngoba awunanyana Unentombizodwa, ayoyoyo MaNgobese, he unomona He, awunawo 'nyana onjengowami Bengingazi ng'yombon' umakoti Unyana wam', eh ujongile this time MaRadebe sus' ezoz'specs Uze emshadweni, s'yashadisa namhlanje Bebesithi unyana wam lisoka Bebesithi angeke ashade, vul' indlela Vul' indlela weMaMgobhozi Vul' indlela, yekel' umona Vul' indlela weMaMgobhozi Vul' indlela, yekel' umona Vul' indlela weMaMgobhozi Vul' indlela, yekel' umona Vul' indlela weMaMgobhozi Vul' indlela...
Audio Features
Song Details
- Duration
- 03:26
- Tempo
- 106 BPM