Camagu (feat. Nichume & Blomzit Avenue)

3 views

Lyrics

Hey hey
 Ndajikele'zingqondo imoshima
 And that's too bad ngoba ndine sibindi
 Noba ungazama ntoni ndi qinile
 Wena ingathi awuboni ndi jimile
 Wazam'umoshi umoya wam kodwa ndisamile
 Idlozi lina mandla, asoz'ulunge apha
 Ungazama uncame, abaphantsi bahamba nami
 Ndi phumile ebu mnyameni
 Ndingenile eku khanyeni, ndakh'isizwe sami
 Khokhel'ilifa lami, ama qhing'aphelile
 Ukuhlupheka ndibu bonile apho kukho iingcinga zakude
 Apho ndinga soze ndibuyele
 Camagu bantu abadala, hloniph'idlozi
 Camagu bantu abadala, hloniph'idlozi
 Camagu bantu abadala, hloniph'idlozi
 Camagu bantu abadala
 Idlozi lina mandla asoz'ulunge apha
 Ungazama uncame abaphantsi bahamba nami
 Baxolel'abangayazi uba sihamba nani, uba sima nge nkani
 Lahlebi'lizwi liyanqanda lithi
 Masidibaneni, masincedaneni yhe ba kuthi
 Masidibaneni
 Idlozi lina mandla asoze ulunge apha,
 Unga zama uncame abaphantsi bahamba nami
 Camagu bantu abadala, hloniph'idlozi
 Camagu bantu abadala, hloniph'idlozi
 Camagu bantu abadala, hloniph'idlozi
 Camagu bantu abadala.
 

Audio Features

Song Details

Duration
05:31
Key
1
Tempo
126 BPM

Share

More Songs by Mobi Dixon'

Similar Songs