Ingoma

1 views

Lyrics

Unje ngengoma
 engishay' ubusuku bonke
 Ngiyokwenze njani ngaphandle kwakho
 Unje ngengoma wena
 engishay' ubusuku bonke
 Ngiyokwenze njani, ngaphandle kwakho
 Yhe weeena uyingoma
 Wen'uyingoma, wen'uyingoma
 Wen'uyingoma, wen'uyingoma wee
 (Ngoma we, ngoma we, ngoma we)
 Nto zalomhlaba andizikhathalelanga
 Ukuth'ubani, uthini andinamsebenzi
 Oh! Ndiyamthand' ubaby
 unje ngengoma yena
 Engishay' ubusuku bonke
 Ngiyokwenze njani ngaphandle kwakho
 Yhe wena, uyingoma wena
 Wen'uyingoma, wen'uyingoma
 Wen'uyingoma, wen'uyingoma wee
 (Ngoma we, ngoma we, ngoma we)
 Oh sweety wena uyingoma kum
 Any time of the day
 Any day of the week
 Any day of the year
 Oh! Uyadlisa baby
 uyingoma wena
 Eng'shay'ubusuku booooonke
 Ngiyokwenze njani, ngaphandle kwakho
 Yhe wena, uyingoma wena
 Wen'uyingoma, wen'uyingoma
 Wen'uyingoma, wen'uyingoma wee
 (Ngoma we, ngoma we, ngoma we)
 Ohhuhuhuuuu La la la la Wu wu wu wuu
 You are music sthandwa sam to me
 A relentless song engandiniki buthongo
 Ingoma endiyithanda nanini na
 Ngoma wena wangena kum
 Wenza umziba wam ikhaya lakho
 Watsho kum ngaphakathi, mhhhh
 Oh ngomandini wandiphatha ndaguquka
 Soze ndiphinde ndiyive into enje ngalena
 Oh sthandwa sam! Uyingoma wena, ngoma wena
 Ingoma ephil'apha kum emzimbeni
 Ingom' emnandi, ingom' engadikiyo
 Ingom' emangadikiyo
 Yhe wena, uyingoma wena
 Wen'uyingoma, wen'uyingoma
 Wen'uyingoma, wen'uyingoma wee
 (Ngoma we, ngoma we, ngoma we)
 

Audio Features

Song Details

Duration
06:12
Key
6
Tempo
75 BPM

Share

More Songs by Thandiswa

Similar Songs